2 Yeziganeko 36:4 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani waseJiputa lowo wamisela umntakwabo-Yowahazi uEliyakim wangukumkani wakwaJuda naseJerusalem, waza waliguqula igama likaEliyakim wathi nguJoyakim. Ke yena umntakwabo uYowahazi wamthimba wamsa eJiputa.

2 Yeziganeko 36

2 Yeziganeko 36:3-9