2 Yeziganeko 36:20 Ibhayibhile (XHO96)

Ke amasalela abhungcayo kwikrele wawathimba wawasa eBhabheli, aba zizicaka zakhe nezoonyana bakhe, wada ke wathwasa umbuso wasePeshiya.

2 Yeziganeko 36

2 Yeziganeko 36:10-21