2 Yeziganeko 36:17 Ibhayibhile (XHO96)

Wabaxhokonxela ukumkani wamaKaledi, owababulalayo abafana babo ngekrele, ebabulalela endaweni engcwele; ewe, akasindisanga mfana nantombi, ndoda naxhego. Xa bebonke uThixo wabanikezela esandleni sokumkani wamaKaledi.

2 Yeziganeko 36

2 Yeziganeko 36:12-23