2 Yeziganeko 36:16 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ke bona basuka baphoxisa ngazo izithunywa zakhe, bawadelela amazwi akhe, bebagxeka abashumayeli bakhe; yada ke ingqumbo kaNdikhoyo yavuseleleka mayela nabantu bakhe, ayabi sanqandeka.

2 Yeziganeko 36

2 Yeziganeko 36:12-23