2 Yeziganeko 35:15 Ibhayibhile (XHO96)

Iimvumi, inzala ka-Asafu, zazimi ngeendawo zazo ngokomyalelo kaDavide noAsafu noHeman noYedutun imboni kakumkani. Kwisango ngalinye abagcini-masango abemkanga, kuba amawabo abaLevi babebalungiselele.

2 Yeziganeko 35

2 Yeziganeko 35:9-23