2 Yeziganeko 35:14 Ibhayibhile (XHO96)

Kamva ke balungiselela bona kunye nababingeleli. Kaloku ababingeleli, inzala ka-Aron, babesenza amadini atshiswayo nawamanqatha kwada kwahlwa. Ngoko ke abaLevi bazilungiselela bona ziqu kwanababingeleli bendlu ka-Aron.

2 Yeziganeko 35

2 Yeziganeko 35:5-15