2 Yeziganeko 33:1 Ibhayibhile (XHO96)

UManase wayeneshumi elinesibini leminyaka ukuqala kwakhe ukuba ngukumkani, waza ke walawula eJerusalem iminyaka emashumi mahlanu anesihlanu.

2 Yeziganeko 33

2 Yeziganeko 33:1-7