2 Yeziganeko 32:33 Ibhayibhile (XHO96)

UHezekiya ke waya kuphumla kooyise, waza wangcwatyelwa kwicala elingasentla kwinduli enamafihlo esizukulwana sikaDavide. Ekuswelekeni kwakhe ke wonke uJuda ndawonye neJerusalem bamnika imbeko. Esikhundleni sakhe ke kwangena unyana wakhe uManase.

2 Yeziganeko 32

2 Yeziganeko 32:26-33