2 Yeziganeko 32:8 Ibhayibhile (XHO96)

Ngakuye ngamandla omntu, ukanti ngakuthi *nguNdikhoyo uThixo wethu oza kusinceda asilwele amadabi ethu.” Ke abantu batsho bomelela ngaloo mazwi kaHezekiya ukumkani wakwaJuda.

2 Yeziganeko 32

2 Yeziganeko 32:2-18