2 Yeziganeko 32:7 Ibhayibhile (XHO96)

“Yomelelani nikhaliphe! Ze ningabi nadyudyu okanye nityhafe ngenxa yokumkani waseAsiriya nomkhosi wakhe omkhulu; kaloku baninzi abangakuthi kunabo bangakuye.

2 Yeziganeko 32

2 Yeziganeko 32:1-12