2 Yeziganeko 32:31 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe ke xa kwakuthunyelwe oonozaku-zaku kuye ngabalawuli baseBhabheli, beze kuqonda ngomqondiso omangalisayo owawubonakele apho elizweni lakhe, uThixo wamyekela khon' ukuze amvavanye akuqonde konke okwakusentliziyweni yakhe.

2 Yeziganeko 32

2 Yeziganeko 32:24-33