2 Yeziganeko 32:30 Ibhayibhile (XHO96)

IkwanguHezekiya owavala amantla omthombo waseGihon, amanzi wawatsalela kwintshona yesixeko sikaDavide. Yayiqaqambile yonke into ayenzayo.

2 Yeziganeko 32

2 Yeziganeko 32:29-32