2 Yeziganeko 30:17 Ibhayibhile (XHO96)

Apho kweso sihlwele kwathi kanti baninzi abantu ababengazihlambululanga, ngoko ke abaLevi kwafuneka babaxhelele amaxhwane bonke abo *babenomlaza, bengenako ukuwanikela kuNdikhoyo ngokwabo amaxhwane abo.

2 Yeziganeko 30

2 Yeziganeko 30:8-21