2 Yeziganeko 30:10 Ibhayibhile (XHO96)

Izigidimi zazingena zonke iidolophu kwaEfrayim nakwaManase, zathi xhaxhe ngoZebhulon, kodwa ke abantu basuka baphoxisa ngazo, bahlekisa nokuhlekisa ngazo.

2 Yeziganeko 30

2 Yeziganeko 30:6-17