2 Yeziganeko 3:16 Ibhayibhile (XHO96)

Wenza nemixokelelwana ephotheneyo, wayithi cwa kwezo ntloko zezo ntsika. Kuloo mxokelelwano wanxibelela iirharnathi ezilikhulu.

2 Yeziganeko 3

2 Yeziganeko 3:9-17