2 Yeziganeko 3:15 Ibhayibhile (XHO96)

Phambi kwendlu leyo wamisa iintsika ezimbini, nganye kuzo iziimitha ezilishumi elinesihlanu ezinesiqingatha ubude. Intsika nganye yayinentloko ekuphakama kuziimitha ezimbini ezinekota.

2 Yeziganeko 3

2 Yeziganeko 3:10-17