2 Yeziganeko 29:1 Ibhayibhile (XHO96)

UHezekiya wayeneminyaka emashumi mabini anantlanu ukungena kwakhe ebukhosini, waza walawula eJerusalem iminyaka engamashumi amabini anethoba. Unina yayinguAbhiya intombi kaZakariya.

2 Yeziganeko 29

2 Yeziganeko 29:1-10