2 Yeziganeko 28:27 Ibhayibhile (XHO96)

UAhazi ke waya kuphumla kooyise, waza wangcwatywa kwisixeko iJerusalem. Kambe ke yena akafihlwanga kumangcwaba ookumkani bakwaSirayeli. Ke esikhundleni sakhe kwangena unyana wakhe uHezekiya.

2 Yeziganeko 28

2 Yeziganeko 28:18-27