2 Yeziganeko 28:19 Ibhayibhile (XHO96)

UNdikhoyo wamthobela eluthulini uJuda ngenxa yesimo sika-Ahazi ukumkani wakhe. Kaloku yena wakhuthaza inkohlakalo kwaJuda, akanyaniseka kuNdikhoyo.

2 Yeziganeko 28

2 Yeziganeko 28:16-20