2 Yeziganeko 25:14 Ibhayibhile (XHO96)

UAmaziya ukubuya kwakhe evela kubulala amaEdom wabuya nazo izithixo zabantu abo baseSeyire. Wazimisela ezo zithixo zaba zezakhe, waqubuda kuzo, wazenzela namadini atshiswayo.

2 Yeziganeko 25

2 Yeziganeko 25:4-18