2 Yeziganeko 25:13 Ibhayibhile (XHO96)

Ke wona laa mabutho wawagodusayo uAmaziya, asuka ahamba enqoloba iidolophu zakwaJuda ukususela eSamariya kuye eBhete-horon. Abulala abantu abangamawaka amathathu, aza athimba intaphane yamaxhoba.

2 Yeziganeko 25

2 Yeziganeko 25:9-22