2 Yeziganeko 25:11 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uAmaziya wabuya womelezeka wawukhokelela kwiNtili yeTyuwa umkhosi wakhe, apho ke wageqa amadoda aseSeyire alishumi lamawaka.

2 Yeziganeko 25

2 Yeziganeko 25:1-12