2 Yeziganeko 25:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke uAmaziya wawarhoxisa loo mabutho wayewathathe kwaEfrayim, waza wawagodusa. Kambe ke agoduka evutha ngumsindo enganelisekanga seso senzo sikaJuda.

2 Yeziganeko 25

2 Yeziganeko 25:1-16