2 Yeziganeko 24:12 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani noJoyada bayinikezela kuloo madoda ayesenza umsebenzi wendlu kaNdikhoyo. Baqesha iingcibi nabachweli ukuze zihlaziye indlu kaNdikhoyo, kananjalo bafuna nabasebenzi bentsimbi nobhedu ukuze balungise indlu kaNdikhoyo.

2 Yeziganeko 24

2 Yeziganeko 24:7-13