2 Yeziganeko 24:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ukungena kwakhe ebukhosini uYowashe wayeneminyaka esixhenxe, waza ke walawula eJerusalem iminyaka engamashumi amane. Unina yayinguZibheya intombi yaseBheshebha.

2 Yeziganeko 24

2 Yeziganeko 24:1-6