2 Yeziganeko 20:7 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku, wena Thixo wethu, wabadudula wabakhupha abemi beli lizwe, amaSirayeli ebukele, waza lona walinikela ukuba libe lelesizukulwana sika-Abraham isihlobo sakho ngonaphakade.

2 Yeziganeko 20

2 Yeziganeko 20:1-8