2 Yeziganeko 20:6 Ibhayibhile (XHO96)

waza wathi: “Ndikhoyo, Thixo woobawo, andithi na kaloku unguThixo osezulwini? Nguwe olawula zonke izikumkani zezizwe. Amandla nokomelela kusesandleni sakho; akukho mntu unokumelana nawe.

2 Yeziganeko 20

2 Yeziganeko 20:1-13