2 Yeziganeko 20:27 Ibhayibhile (XHO96)

AbakwaJuda naseJerusalem ke bonke bakhokelwa nguYoshafati, bajika bevuya baya eJerusalem. Kaloku uNdikhoyo wabatsho banemincili bavuya phezu kweentshaba zabo.

2 Yeziganeko 20

2 Yeziganeko 20:23-37