2 Yeziganeko 20:26 Ibhayibhile (XHO96)

Ngosuku lwesine ke bahlanganisana kwintili yeBheraka, baza ke apho bamdumisa uNdikhoyo. Kungoko ke loo ndawo kwathiwa yintili yeBheraka unanamhlanje.

2 Yeziganeko 20

2 Yeziganeko 20:22-28