2 Yeziganeko 2:11 Ibhayibhile (XHO96)

Ke ukumkani uHiram waseTire waphendula uSolomon ngeleta wenjeje: “Ngenxa yokubathanda kwakhe uNdikhoyo abantu bakhe, umise wena wangukumkani wabo.”

2 Yeziganeko 2

2 Yeziganeko 2:7-18