2 Yeziganeko 2:10 Ibhayibhile (XHO96)

Izicaka zakho ezigawula imithi ndozinika amawaka amabini eetoni zengqolowa, namawaka amabini eetoni zerhasi, kunye namakhulu amane amawaka eelitha zewayini, namakhulu amane amawaka eelitha zamafutha omnquma.”

2 Yeziganeko 2

2 Yeziganeko 2:5-14