2 Yeziganeko 18:3 Ibhayibhile (XHO96)

UAhabhi ukumkani wakwaSirayeli wacela uYoshafati wathi: “Uya kuhamba nam na, silwe neRamoti yaseGiliyadi?”UYoshafati wathi: “Mna nawe sibanye; abantu bam ngabantu bakho. Siya kuba kunye kule mfazwe.”

2 Yeziganeko 18

2 Yeziganeko 18:1-10