2 Yeziganeko 18:2 Ibhayibhile (XHO96)

Emva kweminyaka ke waya kutyelela uAhabhi eSamariya. UAhabhi ke wamxhelela iigusha ezininzi, ngokunjalo neenkomo, esenzela yena neqela lakhe; kananjalo wamcenga ukuba ahlasele iRamoti yaseGiliyadi.

2 Yeziganeko 18

2 Yeziganeko 18:1-11