2 Yeziganeko 14:3 Ibhayibhile (XHO96)

Wazitshabalalisa iindawo eziphakamileyo zonqulo ndawonye namaqonga asemzini; wawacumza amatye anqulwayo, wazigawula iintsika zika-Ashera.

2 Yeziganeko 14

2 Yeziganeko 14:2-7