2 Yeziganeko 13:2 Ibhayibhile (XHO96)

waza ke walawula eJerusalem iminyaka emithathu. Unina yayinguMahaka intombi kaUriyeli waseGibheya.Yayisoloko iyimfazwe phakathi koAbhiya noJerobhowam.

2 Yeziganeko 13

2 Yeziganeko 13:1-3