2 Yeziganeko 12:2 Ibhayibhile (XHO96)

Ngenxa yokunganyaniseki kwabo *kuNdikhoyo, uShishaki ukumkani waseJiputa wayihlasela iJerusalem xa ukumkani eRehobhowam akunyaka wesihlanu.

2 Yeziganeko 12

2 Yeziganeko 12:1-8