2 Yeziganeko 12:16 Ibhayibhile (XHO96)

URehobhowam waya kuphumla kooyise, waza wangcwatyelwa kwisixeko sikaDavide. Esikhundleni sakhe kwangena unyana wakhe uAbhiya.

2 Yeziganeko 12

2 Yeziganeko 12:15-16