2 Yeziganeko 1:3 Ibhayibhile (XHO96)

Yena uSolomon nebandla lonke baya endaweni ephakamileyo yonqulo eGibheyon, kuba kaloku yayilapho intente *yesibingelelo yokuhlangana noThixo, leyo yayenziwe nguMosis isicaka sikaNdikhoyo entlango.

2 Yeziganeko 1

2 Yeziganeko 1:1-5