2 Yeziganeko 1:2 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uSolomon wathetha noSirayeli ewonke, iingqwayi-ngqwayi zamabutho aliwaka nalikhulu, abagwebi, nawo onke amadoda aphambili kwaSirayeli kunye neenkulu zezindlu.

2 Yeziganeko 1

2 Yeziganeko 1:1-12