2 Kwabasetesalonika 3:12 Ibhayibhile (XHO96)

Bonke ke abo ndibayala egameni leNkosi uYesu Krestu, ndisithi mabaziphathe kakuhle, basebenze, bazixhase.

2 Kwabasetesalonika 3

2 Kwabasetesalonika 3:5-16