2 Kwabasetesalonika 3:11 Ibhayibhile (XHO96)

Le ntetho ndiyenziswa kukuba ndive ukuba abanye kuni bahlala ngokungakhathali. Akukho nto bayenzayo ngaphandle nje kokuzifaka kwimicimbi yabanye abantu.

2 Kwabasetesalonika 3

2 Kwabasetesalonika 3:10-18