2 Kwabasetesalonika 3:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Ndiphetha ngelithi ke, mawethu, sithandazeleni, khon' ukuze ilizwi lodaba lweNkosi likhawuleze ukunwenwa kuzo zonke iindawo, nokuze linikwe imbeko nanjengoko kwaba njalo phakathi kwenu.

2. Nam nindithandazele ukuze ndihlangulwe kubantu abakhohlakeleyo abanobuqhokolo. Kaloku asingabo bonke abantu abalwamkelayo udaba lweNkosi.

2 Kwabasetesalonika 3