2 Kwabasetesalonika 3:2 Ibhayibhile (XHO96)

Nam nindithandazele ukuze ndihlangulwe kubantu abakhohlakeleyo abanobuqhokolo. Kaloku asingabo bonke abantu abalwamkelayo udaba lweNkosi.

2 Kwabasetesalonika 3

2 Kwabasetesalonika 3:1-11