2 Kwabasetesalonika 2:14 Ibhayibhile (XHO96)

UThixo wanibiza ngeendaba ezimnandi esazishumayelayo kuni; wanibiza ukuze nifumane isabelo kubuqaqawuli beNkosi yethu uYesu Krestu.

2 Kwabasetesalonika 2

2 Kwabasetesalonika 2:5-15