2 Kwabasetesalonika 2:13 Ibhayibhile (XHO96)

Sifanele ukuba simbulele uThixo singaphezi ngenxa yenu, mawethu athandiweyo yiNkosi. Kuba kaloku uThixo waninyula kwasekuqaleni ukuze nisindiswe ngokwenziwa nyulu nguMoya wakhe, nangokukholwa kuyo inyaniso.

2 Kwabasetesalonika 2

2 Kwabasetesalonika 2:5-15