2 Kwabasekorinte 2:7 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoku ke kufuneka nimxolele, nimkhuthaze, ningamyeki ade atyhafe yintlungu akuyo, aze ancame.

2 Kwabasekorinte 2

2 Kwabasekorinte 2:5-9