2 Kwabasekorinte 2:4 Ibhayibhile (XHO96)

Ndanibhalela ndinexhala, ndibuhlungu, ndisezinyembezini, phofu ndingajonge ukunivisa ntw' imbi, koko ndandifuna niyiqonde kakuhle indlela endinithanda ngayo.

2 Kwabasekorinte 2

2 Kwabasekorinte 2:1-11