2 Kwabasekorinte 2:3 Ibhayibhile (XHO96)

Into ke eyandibangela ukuba ndinibhalele laa leta kukuba ndandingathandi ukuviswa intliziyo ebuhlungu kwangabo bantu bamelwe kukundonwabisa. Kaloku ndiqinisekile kukuba nani niyonwaba xa ninonke ukuba mna ndonwabile.

2 Kwabasekorinte 2

2 Kwabasekorinte 2:2-8