2 Kwabasekorinte 12:15 Ibhayibhile (XHO96)

Kungamnandi kakhulu kum ukuba mna ndinokudleka, ewe, ndichithe konke endinako ngenxa yenu. Ndinithanda kangaka nje mna, ngaba nina nindithanda kancinane?

2 Kwabasekorinte 12

2 Kwabasekorinte 12:9-20