2 Kwabasekorinte 12:14 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoku sesesithathu isihlandlo ndikulungele ukuza kunibona; ndaye ndingazi kuba ngumthwalo konke kuni. Ndixabise nina kunemali yenu. Andibi kanene ngabazali abondla abantwana, ayingobantwana abondla abazali!

2 Kwabasekorinte 12

2 Kwabasekorinte 12:13-21